AMANQAKU: 80
IXESHA: Iiyure 2
Tyhila iphepha
2
SCE
DBE/2016
IMIYALELO NENGCACISO
1.
2.
3.
4.
(30)
(25)
(25)
5.
6.
UBUDE BEEMPENDULO
Imibuzo emide yeSihobe kulindeleke ukuba iphendulwe ngamagama
ali-190240.
Imibuzo emide yeNoveli neDrama kulindeleke ukuba iphendulwe ngamagama
angama-340390.
Ubude beempendulo zemibuzo emifutshane buxhomekeke kulwabiwo
lwamanqaku. Abaviwa kulindeleke ukuba baphendule ngokuvakalayo
nangokusemxholweni.
Tyhila iphepha
3
SCE
DBE/2016
7.
8.
9.
Nombola iimpendulo
ekwiphepha loviwo.
10.
11.
zakho
ngokuchanekileyo
ulandela
kwimibuzo
Tyhila iphepha
4
SCE
DBE/2016
'Umlambo!'
Umbuzo osisincoko
sombongo
10
INOMBOLO
YEPHEPHA
6
2.
Umbuzo omfutshane
10
3.
Umbuzo omfutshane
10
4.
'Aphi na amadoda!'
Umbuzo omfutshane
10
10
11
Umbuzo osisincoko
soncwadi
25
12
KUNYE
Umbongo ongafundiswanga: Unyanzelekile
5. 'Isikhuthali'
Umbuzo omfutshane
ICANDELO B: INOVELI
Phendula umbuzo OMNYE.
6. Nyana Wam! Nyana Wam!
7.
Umbuzo omfutshane
25
12
8.
Ukhozi Olumaphiko
Umbuzo osisincoko
soncwadi
25
14
9.
Ukhozi Olumaphiko
Umbuzo omfutshane
25
14
Umbuzo osisincoko
soncwadi
25
17
11. Amaza
Umbuzo omfutshane
25
17
Umbuzo osisincoko
soncwadi
25
21
Umbuzo omfutshane
25
21
ICANDELO C: IDRAMA
Phendula umbuzo OMNYE.
10. Amaza
QAPHELA:
Tyhila iphepha
5
SCE
DBE/2016
ITSHEKHLISTI
Kulindeleke ukuba abaviwa baqwalasele itshekhlisti elandelayo ukuqinisekisa ukuba
bakhethe imibuzo ngokuchanekileyo.
ICANDELO
AMANANI
EMIBUZO
INANI LEMIBUZO
EPHENDULWAYO
TIKISHA
NGASEZANTSI
()
A: ISihobe
(ISihobe esifundisiweyo)
14
2
A: ISihobe
(ISihobe esingafundiswanga)
5
1
B: INoveli
Umbuzo osisincoko
soncwadi OKANYE umbuzo
69
1
omfutshane)
C: IDrama
(Umbuzo osisincoko
soncwadi OKANYE umbuzo
1013
1
omfutshane)
QAPHELA: KUMACANDELO B no-C, qinisekisa ukuba uphendule umbuzo OMNYE
OMDE nombuzo OMNYE OMFUTSHANE.
Nceda ungaphenduli imibuzo EMIBINI emide okanye imibuzo EMIBINI
emifutshane.
Tyhila iphepha
6
SCE
DBE/2016
ICANDELO A: ISIHOBE
VUKANI MADODA KUSILE A Stemela: Umhleli
IMIYALELO
6
7
8
9
10
.........................................................................
Ufike unike ingxelo yohambo lwakho lwendlala,
Yehlela ungajiki ubuy' umva njengetshivela,
Oko akusayi kukunceda, iliso ezintabeni likujongile,
Uyayazi uza kufika ubethwe kokwenu wakuba mdaka,
Watyekeza loo mabibi namaxhoba endleleni.
11
12
13
14
15
16
[10]
Tyhila iphepha
7
SCE
DBE/2016
10
11
12
13
14
15
16
17
18
19
20
21
22
23
24
25
26
27
28
29
30
31
32
33
2.1
(1)
2.2
(2)
2.3
(1)
2.4
(1)
Tyhila iphepha
8
SCE
DBE/2016
2.5
(1)
2.6
(2)
2.7
17
18
19
20
21
22
23
24
25
26
27
28
29
30
31
32
11
12
13
14
15
16
Tyhila iphepha
(2)
[10]
9
SCE
DBE/2016
33
34
35
3.1
(1)
3.2
(2)
3.3
(1)
3.4
(1)
3.5
(1)
3.6
(2)
3.7
(2)
[10]
sicatshulwa
sombongo
silandelayo,wandule
ukuphendula
imibuzo
Tyhila iphepha
10
SCE
DBE/2016
19
20
21
22
23
24
25
26
27
28
29
30
31
32
33
34
35
36
37
38
39
40
41
42
4.1
(1)
4.2
(2)
4.3
(2)
4.4
(1)
4.5
(2)
4.6
(1)
4.7
(1)
[10]
KUNYE
Tyhila iphepha
11
SCE
DBE/2016
UMBONGO ONGAFUNDISWANGA
UMBUZO 5 (UMBUZO OMFUTSHANE)
Funda lo mbongo ungezantsi, wandule ukuphendula imibuzo elandelayo.
ISIKHUTHALI LS Ngcangatha
1
2
3
4
5
6
7
8
9
10
11
12
13
14
15
16
17
18
19
20
5.1
(1)
5.2
(1)
5.3
(1)
5.4
(2)
5.5
(2)
5.6
(1)
5.7
Mfundisoni edluliswa
sokugqibela?
yimbongi
ngeziqhamo
zokukhuthala
kwisitanza
AMANQAKU ECANDELO A:
Akuvumelekanga ukufotokopa eli phepha
Tyhila iphepha
(2)
[10]
30
12
SCE
DBE/2016
ICANDELO B: INOVELI
IMIYALELO
QAPHELA:
[25]
Tyhila iphepha
13
SCE
DBE/2016
(1)
7.2
(1)
7.3
(2)
7.4
(2)
7.5
(2)
7.6
(1)
7.7
(3)
KUNYE
ISICATSHULWA B
Wathi akulibona elo lifu leeqhiya liphephezela naye wakhupha eyakhe ebulisa ngobo
buso buzele uncumo, suka wathi ephephezelisa njalo zabonakala ziphalala iinyembezi
emehlweni akhe. Asazi ke nokuba wayecinga ntoni na ngeso sihlwele, mhlawumbi
yayiziinyembezi zemincili, masikhe sibe sisitsho.
'Inene ukuba abantu babengako eYeriko mhla uZakeyu wakhetha ukukhwela emthini
ukuze ayibone iNkosi makube wayemninzi umntu loo mini ndiswele umthi oku kwam
ngendikhwele kuwo ndixele uZakeyu,' yavakala isitsho enye intokazi ixakekile kunzima
ukugqobhoza kuloo ndimbane ibone ekwakukhonjiswana ngaye.
Bathi ukuba bawubone loo mbhodamo wale ndimbane abaphathi baqonda ukuba akuyi
kuba kuhle ukufika kwalo mphakathi ebantwini bacela amapolisa ukuba abadudule
abantu abakhuphele ngaphandle kwesikhululo abaxelele ukuba uza kuziswa kubo
abafuna ukumbona. Yaba ngumsebenzi onzima kakhulu ke lowo
kumapolisa
owathatha iyure yonke kwade kwajijwa cebo limbi ukuze abantu baphume
esikhululweni kangangokuba iinqwelo zomoya ekwakufuneka ziphumile zashiywa
lixesha kunzima ukuba abakhwelayo bagqobhoze kuloo ndimbane ukuya kukhwela.
Abefundisi ababemthwele besiza naye baqonda bengekafiki naye ukuba akuyi kulunga
bazokufika naye kweso sihlwele kuba hleze ngenxa yemincili bamenzakalise
betsalatsalana ngaye bacinga cebo limbi lokuba bachwechwise imoto bamthubelezise
ngayo emke engabonwa.
Akuvumelekanga ukufotokopa eli phepha
Tyhila iphepha
14
SCE
7.8
7.9
(2)
7.10
(2)
7.11
Likweliphi inqanaba
impendulo yakho.
(2)
7.12
(2)
7.13
(2)
7.14
ibali
yinqwelo-moya
DBE/2016
ngokwesakhiwo
eyayikhwelwe
kwesi
nguMangaliso
sicatshulwa?
Xhasa
(1)
(2)
[25]
[25]
Tyhila iphepha
15
SCE
DBE/2016
Sathi chu sithule simamele ukubetha kwezihlangu endleleni, xwashu, xwashu ukuya
apho kukhwelelwa khona izinto ezihambayo, yena eza kudzulela kuQobo. Imini
yayibonakala ukuba iya kuthi iqina libe likhupha intlanzi emanzini, kodwa ngelo xesha
lentsasa yonke into yayingathi iyanyuquza ukuhamba oku. Laziziliza ilanga ukusuka
phezu kweentaba ngathi ngumtshakazi owoyika amehlo. Amasebe emithi athi
ukushukuma axela ukuhamba kwemazi esindwa sisisu kukuqunjelwa. Iintaka
zazimana zivuka zithi pha-pha lontshi komnye umthi, ingxolo edla ngokububula
kamnandi yazo iswelekile. Ndandimana ndiphawula ngesi simo kufo kamalume, kodwa
abe ngathi akavanga nto, asuke adetyeze detye detye ukuhamba oku. Kwisikhululo
seetekisi yayisisiqhoqhobela, ingengomntu izimbovane, nkungu nelanga yakwabani.
Sithe xa sikude kufuphi saqaphela ukuba ubuninzi babantu bongezelwe nangamajoni
ayefuna undikho. Ayeziziqhu ngeziqhu ezihamba nezinja kunqandwa abantu bangayi
kukhwela ezitekisini. Kwakungathi kudlalwa undize kuba ayesithi evala babe abantu
bephumela kwelinye.
9.1
(2)
9.2
(2)
9.3
(2)
9.4
(2)
9.5
(2)
9.6
(2)
KUNYE
ISICATSHULWA D
Ndithe sendikhathule umgama omde xa ndibona ukuba nentaba iyaphela, ndangenwa
luvalo endingazi ukuba luvela phi na. Ndithe rhuthu eliya qokobhe, kuwo onke lawa
mafutha, ndazithi tshwe apha ebunzi, ndahlikihla nasefokothweni. Eneneni
ndandingasazi isizathu sokuba ndenze oku. Ndavela nje ndenza into endiyixelelwa
yingqondo yam. Ngamanye, lawa echanti ndaqaba izandla, ndakugqiba ndahlaba
phambili. Izilo nezilwanyana endandihamba ndidibana nazo andingezibalisi. Ezinye
iinyoka ndandiqabuka sendiphezu kwazo. Inyuse intloko, ivuthelane lumane ukuthi
letshe ulwimi, ndibuye umva kancinci ndimshiye eluxolweni umnumzana.
Phambi kokuba ndigqithe kwisigcutyana samatyholo endingawaqondiyo, ndandiye
ndithathe esindayo imbokotho ndigibisele, kanti kuloko kuza kuthi taa inkunzi
yembabala. Ndixwese intaba ndada ndaya kufika elucingweni olwenza umda xa kanye
amathunzi aqalayo ukukekela. Ndihleli phantsi ndasinga amazantsi entaba.
Kwakubonakala kukho intshukumo phaya ezibukweni, kodwa ngenxa yokuba
lalisithwe yimithi ndingenakwazi ukuba kuqhubeka ntoni na kanye kanye.
Umgama phakathi kwam nalo wawungaya phaya kumashumi amabini ekilometha,
kukude kakuhle. Emva kwethuba ndaphakama ndaya elucingweni olwaluwohlowohlo
kuloo ndawo ndandikuyo. Ndabona ngeengqatha kunye nobulongwe beenyamakazi
ukuba makube yindawo yazo yokuphumela, lakatyu kwakanye, ndawela. Ndithathe
ufele lomzingeli ndaluthi khatha phantsi kwebhanti, ndakhweza iintaba ndikhawulezile.
Akuvumelekanga ukufotokopa eli phepha
Tyhila iphepha
16
SCE
DBE/2016
9.7
(1)
9.8
(2)
9.9
Likweliphi
inqanaba
Xhasa impendulo yakho.
(2)
9.10
(1)
9.11
(1)
9.12
(1)
9.13
(2)
9.14
ibali
ngokwesakhiwo
ngendima
kwesi
edlalwe
sicatshulwa?
nguFriday?
AMANQAKU ECANDELO B:
Tyhila iphepha
(3)
[25]
25
17
SCE
DBE/2016
ICANDELO C: IDRAMA
IMIYALELO
QAPHELA:
ZODWA:
LIZO:
ZODWA:
Ewe.
LIZO:
ZODWA:
Ewe.
LIZO:
ZODWA:
Ewe.
Tyhila iphepha
[25]
18
SCE
LIZO:
ZODWA:
Thetha ndiphulaphule.
LIZO:
ZODWA:
LIZO:
ZODWA:
LIZO:
Ubhitye nokubhitya.
ZODWA:
LIZO:
ZODWA:
LIZO:
ZODWA:
LIZO:
ZODWA:
LIZO:
ZODWA:
DBE/2016
Tyhila iphepha
19
SCE
LIZO:
ZODWA:
Ewe.
LIZO:
ZODWA:
Xa kutheni?
LIZO:
ZODWA:
Uthetha ukuthini?
LIZO:
ZODWA:
Ngubani? Phi?
LIZO:
DBE/2016
11.1
(1)
11.2
(2)
11.3
(1)
11.4
(2)
11.5
(2)
11.6
(2)
11.7
(2)
11.8
(2)
KUNYE
ISICATSHULWA F
NGXELELO:
MPHURHU:
Kwawaphi amangcwaba?
NGXELELO:
WELISILE:
Tyhila iphepha
20
SCE
PHATHUMZI:
QEBEYI:
WELISILE:
MPHURHU:
QEBEYI:
Uthini ngoMzabalazi
PHATHUMZI:
SIXHAXHA:
(Egibiseleka ukuthetha)
Umbuso wamagqobhoka uyadelela,
Awunabhunga tu nomnye umntu.
Bengasibuzi nje besithe siyavuma?
Bengasibhungisi nje besithe siyakholwa?
Sisiqhelo sabo ukwenza ngogonyamelo,
Makhe siyijonge ke loo ndawo namhla.
WELISILE:
SIXHAXHA:
QEBEYI:
Liyeke ungaligqibanga,
Ndicuceka umxhelo mihla le
Ndakubona udonga lwemfundo
Olumiswe zizixhofula zeemfundimani,
Uqilima olwakhelwe
Ukwahlula umntu emntwini wakowabo!
SABATHA:
MPHURHU:
DBE/2016
Tyhila iphepha
QEBEYI:
21
SCE
DBE/2016
11.9
(1)
11.10
(2)
11.11
(2)
11.12
(2)
11.13
(2)
11.14
(2)
[25]
Tyhila iphepha
[25]
NOMKHINI:
22
SCE
DBE/2016
NOTSONTA:
NOMKHINI:
MAMCIRHA:
Tyhila iphepha
23
SCE
DBE/2016
13.1
(1)
13.2
(1)
13.3
(2)
13.4
(2)
13.5
(2)
13.6
(2)
13.7
(2)
KUNYE
ISICATSHULWA H
MSIKA:
DLOMO:
DLOMO:
Tyhila iphepha
24
SCE
DBE/2016
MANGXOYI:
DLOMO:
Nalo ke Mhlekazi.
13.8
(2)
13.9
(2)
13.10
(1)
13.11
(2)
13.12
(2)
13.13
(1)
13.14
(3)
[25]
25
80