Anda di halaman 1dari 9

Our Daily Greeting:

Titshala: Molweni bafundi (Hello students)


Abafundi: Molo titshala (Hello teacher)
Titshala: Ninjani bafundi? (How are you?)
Abafundi: Siphilile enkosi. Unjani wena? (We
are fine thanks. And how are you?)
Titshala: Nam ndiphilile enkosi. (I am fine
too, thank you.)

After the lesson:

Titshala: Enkosi bafundi. Hambani kakuhle.


Abafundi: Sala kakuhle titshala.
Oonoqhakancu: The Click sounds

The three main click sounds in isiXhosa are: Q, C, X

1. The Palatal Click: Q

You place the tip or blade of the tongue on the


palate (roof of the mouth) and move it away
instantly. This produces a sound resembling the
popping of a cork from a bottle.

Example word: Iqaqa (a polecat / a skunk)

2. The Lateral Click: X

You move the side(s) of the tongue away from the


lateral teeth ridge and the tip of the tongue
maintains contact with the alveolar ridge. The
resulting sound is the X- (Horse trotting).

Example word: Ixoxo (giant frog / bull frog)

3. The Dental Click: C

Place the tip and blade of the tongue behind the top
front teeth, with the lower teeth holding the tongue
slightly. The resulting sound is the: C (as in the
watch / clock)

Icici (earring)
Iqaqa icici ixoxo Xhosa Xolani!

Tongue Twisters:

Iqaqa liziqikaqika kuqaqaqa. Liqale


ngokuqhaqha uqhoqhoqho wegqaza.
(a skunk / polecat rolls itself on the turf after
tearing the tinky bird`s throat).

Isicwicwicwi sicoca icici ecaleni kwechibi.


(a fancy lady cleans her earring near the dam).

Ixoxo noxam baxabene ngenxa yomxhaxha


nomxoxozi.
(a frog and a lizard are fighting over porridge
and pumpkin).

Tongue twister: To be done in


class next week.

Ndiqhel`ucheb`ixheg`inkqayi.
I like to shave the old man`s head bald.

ISIXHOSA COMMONLY USED EXPRESSIONS:


EWE: YES
HAYI : NO
ANDAZI: I DON`T KNOW
TYHINI! : WOW! / GOSH!
HAMBA: GO
PHUMA: GET OUT
NGENA: COME INSIDE
SHIBOBO: THROUGH THE LEGS
THATHA MACHANCE: TAKE A CHANCE
THATHA MAMILLION: TAKE MILLIONS
SIRIYASI: SERIOUS
JIKA: TURN / TWIST
JIKA MAJIKA: TWIST YOUR BODY
IGQIRHA LENDLELA
NGUQONGQOTHWANE
SHARP-SHARP: IT`S GREAT
EISH!
SHOSHOLOZA SHOSHOLOZA

MASICULE: LET US SING

SHOSHOLOZA SHOSHOLOZA
KULEZO NTABA
S`TIMELA SIPHUM`ERHODESIA
WEN`UYABALEKA WEN`UYABALEKA
KULEZO NTABA
S`TIMELA SIPHUM`EMZANTS`AFRIKA
Isigama sencoko 1 /
Conversation 1 vocabulary:
Molo:
Molweni:
Unjani?:
Ndiphilile:
Enkosi:
Kunjani kuwe?:
Nam:
Bhuti:
Sisi:
Tata:
Mama:
Makhulu:
Tatomkhulu:
(U)ngubani:
Igama:
Igama lakho:
Igama lam:
Ifani:
Ifani yakho:
Ifani yam:
Hlala:
Phi?:
Uhlala phi?:
Ndihlala:
Vela:
Uvela phi?:
Ndivela:
eMonti:
eThekwini:
Ndiyavuya:
Ukukubona:
Hamba kakuhle:
Sala Kakuhle:

UMHOBE WESIZWE / NATIONAL ANTHEM


Nkosi sikelel`iAfrika
(Lord Bless Africa)
Maluphakanyisw`uphondo lwayo,
(May her glory be lifted high)
Yizwa imithandandazo yethu,
(Hear our prayers)
Nkosi sikelela, thina lusapho lwayo.
(Lord bless us, us your children)

Morena boloka setjhaba sa heso,


(Lord we ask you to protect our nation)
O fedise dintwa le matshwenyeho,
(Interven and end all conflicts)
O se boloke, O se boloke setjhaba sa heso,
(protect us, protect our nation)
Setjhaba sa South Afrika South Afrika.
(protect the South African nation)

Uit die blou van onse hemel,


Uit die diepte van ons see,
Oor ons ewige gebertes,
Waar die kranse antwoord gee,

Sounds the call to come together,


And united we shall stand,
Let us live and strive for freedom,
In South Africa our land